Surah An-Naas — Mankind

Surah An-Naas (Mankind) is chapter 114 of the Quran, with 6 verses. This page presents the Arabic text with a Xhosa translation, verse by verse.

قُلۡ أَعُوذُ بِرَبِّ ٱلنَّاسِ

Yithi: Ndicela ukhuseleko ngeNkosi yoluntu

Ayah 1

مَلِكِ ٱلنَّاسِ

UKumkani woluntu

Ayah 2

إِلَٰهِ ٱلنَّاسِ

UThixo woluntu

Ayah 3

مِن شَرِّ ٱلۡوَسۡوَاسِ ٱلۡخَنَّاسِ

Ekungcoleni komsebezi wokungcola orhoxayo (emva kokusebeza) kwakhe

Ayah 4

ٱلَّذِي يُوَسۡوِسُ فِي صُدُورِ ٱلنَّاسِ

Lowo usebeza ezintliziyweni zoluntu

Ayah 5

مِنَ ٱلۡجِنَّةِ وَٱلنَّاسِ

Phakathi kweejinni naphakathi koluntu

Ayah 6