Surah Ash-Sharh — The Consolation
Surah Ash-Sharh (The Consolation) is chapter 94 of the Quran, with 8 verses. This page presents the Arabic text with a Xhosa translation, verse by verse.
أَلَمۡ نَشۡرَحۡ لَكَ صَدۡرَكَ
Asikuvulelanga1 isifuba sakho na (Muhammad)
Ayah 1وَوَضَعۡنَا عَنكَ وِزۡرَكَ
Sakothulela umthwalo wakho
Ayah 2ٱلَّذِيٓ أَنقَضَ ظَهۡرَكَ
Obukusinda umqolo
Ayah 3وَرَفَعۡنَا لَكَ ذِكۡرَكَ
Saza Saphakamisa ibakala lakho
Ayah 4فَإِنَّ مَعَ ٱلۡعُسۡرِ يُسۡرًا
Inene kubo bonke ubunzima kukho ukukhululeka
Ayah 5إِنَّ مَعَ ٱلۡعُسۡرِ يُسۡرࣰ ا
Kanti, inene kubo bonke ubunzima kukho ukukhululeka
Ayah 6فَإِذَا فَرَغۡتَ فَٱنصَبۡ
Ngoko ke wakugqiba (imisebenzi yakho yosuku) zinikele kunqulo luka-Allâh
Ayah 7وَإِلَىٰ رَبِّكَ فَٱرۡغَب
Yaye beka iingcinga zakho zonke eNkosini yakho
Ayah 8